UMBHEDESHO WEMINI YECAWA

Masithandaze…

Thixo onamandla onke! Othe ngelixesha wasipha ufefe, lokokuba sithi nganhliziyonye sikuthandaze ngabanye; othe kanjalo wathembisa ngokokuba. wothi, kwakuhlangana ababini, nokuba bathathu, egameni lakho, ubaphe izinto abazicelayo. Yenza kaloku nKosi nje ngokunqwena nokuthandaza kwethu, thina zicaka zakho, nje ngokuba kusifanele. Siphe kwelilizwe okokuba siyazi inyaniso yakho, usiphe kwilizwe eliza kuba kho ubomi obungunaphakade. Amen.

Posted from WordPress for BlackBerry.

2 comments on “UMBHEDESHO WEMINI YECAWA

  1. Bawo wethu osemazulwini maliphatwe ngobungcwele i gama lako intando yako mayenziwe emhlabeni njengokuba isenziwa e zulwini siphe namhlanje isonka setu semihla ngemihla usixolele izono zethu njengokuba nathi sibaxolele abo basonayo thina ungasingenisi ebuyendweni usisindise enkohlakalweni ngokuba ubu kumkani bobako namandla ngawako kude kubenguna pakade amen

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s